Yohane 4:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Umvuni sele efumana umvuzo yaye ehlanganisa isiqhamo sobomi obungunaphakade,+ khon’ ukuze umhlwayeli+ nomvuni babe nemihlali kunye.+ Hebhere 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Musani, ke ngoko, ukuyilahla inkululeko yenu yokuthetha,+ enothi ngayo nihlawulwe umvuzo omkhulu.+
36 Umvuni sele efumana umvuzo yaye ehlanganisa isiqhamo sobomi obungunaphakade,+ khon’ ukuze umhlwayeli+ nomvuni babe nemihlali kunye.+
35 Musani, ke ngoko, ukuyilahla inkululeko yenu yokuthetha,+ enothi ngayo nihlawulwe umvuzo omkhulu.+