2 Timoti 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa zicezele iintetho ezililize, ezihlambela oko kungcwele;+ kuba baya kuhambela phambili ekungabini nabuthixo,+ Tito 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo.
16 Kodwa zicezele iintetho ezililize, ezihlambela oko kungcwele;+ kuba baya kuhambela phambili ekungabini nabuthixo,+
16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo.