IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”

  • Yohane 4:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Nina ninqula eningakwaziyo;+ thina sinqula esikwaziyo, kuba usindiso luphuma kumaYuda.+

  • Tito 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ubhalela uTito, umntwana wokwenene+ ngokokholo esabelana ngalo ngokufanayo:

      Ngamana kungakho ububele obungasifanelanga noxolo oluvela kuThixo uBawo+ nakuKristu Yesu uMsindisi wethu.+

  • Hebhere 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 singasinda+ njani na ke thina, ukuba siye asalukhathalela+ usindiso olungaka ukuba lukhulu,+ ekwaqaliswa ukuthethwa ngalo ngayo iNkosi yethu+ lwaza lwaqinisekiswa+ kuthi ngabo bayivayo,

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

  • 2 Petros 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 USimon Petros, ikhoboka+ nompostile+ kaYesu Kristu, ubhalela abo bazuze ukholo, abanelungelo elilinganayo nelethu,+ ngenxa yobulungisa+ boThixo wethu noMsindisi uYesu Kristu:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share