IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa abangcwele+ baLowo uPhakamileyo+ baya kubuthabatha ubukumkani, buze ubukumkani+ babo buhlale buhleli ixesha elingenammiselo.’

  • ISityhilelo 3:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+

  • ISityhilelo 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye khangela! ndabona iMvana+ imi phezu kweNtaba yeZiyon,+ kumi nayo ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka+ linalo igama layo negama loYise+ libhaliwe emabunzini alo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share