Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Hebhere 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+ 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+