Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+ ISityhilelo 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndabona phakathi kwetrone+ nezidalwa eziphilayo ezine naphakathi kwabadala+ kumi imvana+ eyayingathi ixheliwe,+ ineempondo ezisixhenxe namehlo asixhenxe, mehlo lawo athetha oomoya+ abasixhenxe bakaThixo abo baye bathunyelwa emhlabeni uphela.
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
6 Ndabona phakathi kwetrone+ nezidalwa eziphilayo ezine naphakathi kwabadala+ kumi imvana+ eyayingathi ixheliwe,+ ineempondo ezisixhenxe namehlo asixhenxe, mehlo lawo athetha oomoya+ abasixhenxe bakaThixo abo baye bathunyelwa emhlabeni uphela.