INdumiso 119:103 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 103 Hayi indlela agude ngayo amazwi akho enkalakahleni yam,Agude ngakumbi kunobusi emlonyeni wam!+ Hezekile 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ufanele usidlise isisu sakho, ukuze uzalise amathumbu akho ngalo mqulu ndikunika wona.” Ndaza ndawudla, waba mnandi njengobusi emlonyeni wam.+
3 Wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ufanele usidlise isisu sakho, ukuze uzalise amathumbu akho ngalo mqulu ndikunika wona.” Ndaza ndawudla, waba mnandi njengobusi emlonyeni wam.+