ISityhilelo 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke. ISityhilelo 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yandula yathi kum: “Amanzi owabonileyo, apho lihleli khona ihenyukazi, athetha izizwana nezihlwele neentlanga neelwimi.+
7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.
15 Yandula yathi kum: “Amanzi owabonileyo, apho lihleli khona ihenyukazi, athetha izizwana nezihlwele neentlanga neelwimi.+