INdumiso 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ekujingxeleni kwam baba nemihlali baza bahlanganisana ndawonye;+Bahlanganisana ndawonye nxamnye nam,+Bendibetha ngoxa ndingazi;+Bandihlekeza baza abathi cwaka.+ IMizekeliso 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Xa utshaba lwakho lusiwa, musa ukuba nemihlali; yaye xa lukhutyekiswa, ngamana ingangavuyi intliziyo yakho,+
15 Kodwa ekujingxeleni kwam baba nemihlali baza bahlanganisana ndawonye;+Bahlanganisana ndawonye nxamnye nam,+Bendibetha ngoxa ndingazi;+Bandihlekeza baza abathi cwaka.+
17 Xa utshaba lwakho lusiwa, musa ukuba nemihlali; yaye xa lukhutyekiswa, ngamana ingangavuyi intliziyo yakho,+