IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 USathana wema nxamnye noSirayeli waza waxhokonxa+ uDavide ukuba abale uSirayeli.

  • Yobhi 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+

  • Zekariya 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yandula ke [ingelosi+] kaYehova yathi kuSathana: “UYehova uyakukhalimela,+ wena Sathana, ewe, uYehova uyakukhalimela, lowo ukhetha iYerusalem!+ Lo akasosikhuni esixhwilwe emlilweni na?”+

  • Mateyu 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+

  • Yohane 13:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yaye emva kweqhekeza wandula ke uSathana wangena kuye.+ UYesu, ke ngoko, wathi kuye: “Oko ukwenzayo kwenze ngokukhawuleza.”

  • Roma 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+

  • 2 Tesalonika 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share