Eksodus 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ‘Nizibonele ngokwenu oko ndikwenzileyo kumaYiputa,+ ukuze ndinithwale ngamaphiko okhozi, ndinizise kum.+ Isaya 40:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+
4 ‘Nizibonele ngokwenu oko ndikwenzileyo kumaYiputa,+ ukuze ndinithwale ngamaphiko okhozi, ndinizise kum.+
31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+