Mateyu 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+ Luka 12:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Yaza iNkosi yathi: “Ngubani ngokwenene elo gosa lithembekileyo,+ elo liyingqondi,+ inkosi yalo eya kulimisela phezu kweqela layo labalindi ukuhlala lilinika umlinganiselo walo wokutya ngexesha elifanelekileyo?+
4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+
42 Yaza iNkosi yathi: “Ngubani ngokwenene elo gosa lithembekileyo,+ elo liyingqondi,+ inkosi yalo eya kulimisela phezu kweqela layo labalindi ukuhlala lilinika umlinganiselo walo wokutya ngexesha elifanelekileyo?+