Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+ Daniyeli 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+
25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+