ISityhilelo 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+
9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+