Isaya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+ ISityhilelo 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 abahenyuze+ nalo ookumkani bomhlaba, baza abemi bomhlaba banxiliswa yiwayini yohenyuzo lwalo.”+
5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+