Duteronomi 15:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Onke amazibulo aziinkunzi kumhlambi wakho weenkomo noweegusha wangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalenzisi nawuphi na umsebenzi izibulo eliphuma kumhlambi wakho weenkomo* yaye ungalichebi izibulo eliphuma kumhlambi wakho weegusha. Duteronomi 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa ukuba linesiphene, oko kukuthi liyaqhwalela, liyimfama, okanye nasiphi na isiphene, ufanele ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+ Malaki 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Uqalekisiwe umntu onamaqhinga, oneduna emhlambini wakhe, kodwa enze isifungo aze anikele ngesilwanyana esinesiphene kuYehova. Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liza koyikeka phakathi kweentlanga.”+
19 “Onke amazibulo aziinkunzi kumhlambi wakho weenkomo noweegusha wangcwalisele uYehova uThixo wakho.+ Uze ungalenzisi nawuphi na umsebenzi izibulo eliphuma kumhlambi wakho weenkomo* yaye ungalichebi izibulo eliphuma kumhlambi wakho weegusha.
21 Kodwa ukuba linesiphene, oko kukuthi liyaqhwalela, liyimfama, okanye nasiphi na isiphene, ufanele ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+
14 “Uqalekisiwe umntu onamaqhinga, oneduna emhlambini wakhe, kodwa enze isifungo aze anikele ngesilwanyana esinesiphene kuYehova. Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liza koyikeka phakathi kweentlanga.”+