Levitikus 20:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “‘Ukuba indoda ithatha umfazi kunye nomama wakhe, yenza into elinyala.*+ Imele itshiswe ngomlilo kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kusenziwa amanyala phakathi kwenu.
14 “‘Ukuba indoda ithatha umfazi kunye nomama wakhe, yenza into elinyala.*+ Imele itshiswe ngomlilo kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kusenziwa amanyala phakathi kwenu.