Numeri 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+ Numeri 18:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Yonke into enikelweyo* kwaSirayeli iza kuba yeyakho.+
8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+