IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 25:17, 18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 “Wangcungcuthekiseni amaMidiyan nize niwatshabalalise,+ 18 kuba anizisela intlekele ngokunitsalela ekwenzeni isono ePehore.+ Anitsalela esonweni ngoKozibhi intombi yenkosi yakwaMidiyan, owabulawayo+ ngexesha enanisohlwaywa ngalo ngenxa yento eyenzeka ePehore.”+

  • Duteronomi 4:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 “Nizibonele ngamehlo enu oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore; uYehova uThixo wenu watshabalalisa wonke umntu oyindoda kuni owalandela uBhahali wasePehore.+

  • Yoshuwa 22:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Asanelanga na isono esasenza ePehore? Ibandla likaYehova lohlwaywa ngeso sono kodwa sisanyamezele imiphumo yaso nanamhlanje.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share