Eksodus 23:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “Uza kuthi ungekafiki, ndibenze boyike+ yaye badideke abantu oza kudibana nabo. Ndiza kuzenza zinikezele zize zikubaleke* zonke iintshaba zakho.+ Levitikus 26:7, 8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Nakanjani niza kuzileqa iintshaba zenu, nizoyise ngekrele. 8 Abahlanu kuni baza kuleqa abayi-100, abayi-100 baleqe abayi-10 000, nizoyise ngekrele iintshaba zenu.+
27 “Uza kuthi ungekafiki, ndibenze boyike+ yaye badideke abantu oza kudibana nabo. Ndiza kuzenza zinikezele zize zikubaleke* zonke iintshaba zakho.+
7 Nakanjani niza kuzileqa iintshaba zenu, nizoyise ngekrele. 8 Abahlanu kuni baza kuleqa abayi-100, abayi-100 baleqe abayi-10 000, nizoyise ngekrele iintshaba zenu.+