Eksodus 15:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Bafika eMara,*+ kodwa abazange bakwazi ukuwasela amanzi aseMara kuba ayekrakra. Yiloo nto wayithiya ngokuba yiMara loo ndawo.
23 Bafika eMara,*+ kodwa abazange bakwazi ukuwasela amanzi aseMara kuba ayekrakra. Yiloo nto wayithiya ngokuba yiMara loo ndawo.