Eksodus 16:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Lonke ibandla lamaSirayeli lemka e-Elim laza ekugqibeleni lafika entlango yaseSin,+ ephakathi kwe-Elim neSinayi, ngomhla we-15 kwinyanga yesibini emva kokuphuma kwalo kwilizwe laseYiputa.
16 Lonke ibandla lamaSirayeli lemka e-Elim laza ekugqibeleni lafika entlango yaseSin,+ ephakathi kwe-Elim neSinayi, ngomhla we-15 kwinyanga yesibini emva kokuphuma kwalo kwilizwe laseYiputa.