Eksodus 18:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYitro, oonyana bakaMoses, nomfazi kaMoses baya kuye entlango apho wayemise khona inkampu, entabeni kaThixo wokwenene.+ Eksodus 19:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngenyanga yesithathu emva kokuba amaSirayeli ephumile kwilizwe laseYiputa, kanye ngolo suku, afika entlango yaseSinayi. 2 Emka eRefidim+ aya entlango yaseSinayi, amisa inkampu apho. Amisa iinkampu zawo apho phambi kwaloo ntaba.+ Numeri 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 UYehova wathetha noMoses kwintlango yaseSinayi,+ ententeni yokuhlangana,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini, ngonyaka wesibini bephumile kwilizwe laseYiputa.+ Wathi: Numeri 3:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa ke uNadabhi noAbhihu bafa phambi koYehova xa banikela umlilo ongekho mthethweni phambi koYehova,+ entlango yaseSinayi, yaye babengenabo oonyana. Kodwa uEleyazare+ noItamare+ baqhubeka bengababingeleli kunye noAron utata wabo. Numeri 9:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngonyaka wesibini wokuphuma kwabo kwilizwe laseYiputa, ngenyanga yokuqala,+ uYehova wathetha noMoses apho kwintlango yaseSinayi esithi:
5 UYitro, oonyana bakaMoses, nomfazi kaMoses baya kuye entlango apho wayemise khona inkampu, entabeni kaThixo wokwenene.+
19 Ngenyanga yesithathu emva kokuba amaSirayeli ephumile kwilizwe laseYiputa, kanye ngolo suku, afika entlango yaseSinayi. 2 Emka eRefidim+ aya entlango yaseSinayi, amisa inkampu apho. Amisa iinkampu zawo apho phambi kwaloo ntaba.+
1 UYehova wathetha noMoses kwintlango yaseSinayi,+ ententeni yokuhlangana,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini, ngonyaka wesibini bephumile kwilizwe laseYiputa.+ Wathi:
4 Kodwa ke uNadabhi noAbhihu bafa phambi koYehova xa banikela umlilo ongekho mthethweni phambi koYehova,+ entlango yaseSinayi, yaye babengenabo oonyana. Kodwa uEleyazare+ noItamare+ baqhubeka bengababingeleli kunye noAron utata wabo.
9 Ngonyaka wesibini wokuphuma kwabo kwilizwe laseYiputa, ngenyanga yokuqala,+ uYehova wathetha noMoses apho kwintlango yaseSinayi esithi: