IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 20:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Ngenyanga yokuqala, lonke ibandla lamaSirayeli lafika entlango yaseTsin, baza abantu bahlala eKadeshe.+ UMiriyam+ wafela apho waza wangcwatyelwa khona.

  • Numeri 27:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 kuba xa ibandla laxambulisana nam kwintlango yaseTsin, zange niwuthobele umyalelo wam wokuba nindingcwalise xa ndikhupha amanzi.+ Lawo ngamanzi aseMeribha+ eKadeshe+ entlango yaseTsin.”+

  • Duteronomi 32:51
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 51 kuba nobabini anizange nithembeke kum phambi kwamaSirayeli emanzini aseMeribha+ yaseKadeshe entlango yeTsin, kuba anizange nindingcwalise phambi kwamaSirayeli.+

  • Yoshuwa 15:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Umhlaba owanikwa+ isizwe sakwaYuda ngokweentsapho zaso wawuhamba uyokutsho kumda wakwaEdom,+ kwintlango yaseTsin, kumzantsi weNegebhi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share