Duteronomi 10:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “AmaSirayeli emka eBheheroti Bhene-yahakan aya eMosera. UAron wafela apho, wangcwatyelwa khona,+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli endaweni yakhe.+
6 “AmaSirayeli emka eBheheroti Bhene-yahakan aya eMosera. UAron wafela apho, wangcwatyelwa khona,+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli endaweni yakhe.+