Genesis 19:36, 37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Zombini iintombi zikaLote zamithiswa ngutata wazo. 37 Eyamazibulo yazala unyana yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena ngutata wamaMowabhi anamhlanje.+ Numeri 21:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emka eObhoti aya kuhlala eIye-abharim,+ kwintlango ephambi kwakwaMowabhi, ngasempuma. Numeri 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Asuka apho aya kuhlala kwingingqi yaseArnon+ ekwintlango eqala kumda wama-Amori, kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, ophakathi kwamaMowabhi nama-Amori.
36 Zombini iintombi zikaLote zamithiswa ngutata wazo. 37 Eyamazibulo yazala unyana yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena ngutata wamaMowabhi anamhlanje.+
13 Asuka apho aya kuhlala kwingingqi yaseArnon+ ekwintlango eqala kumda wama-Amori, kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, ophakathi kwamaMowabhi nama-Amori.