Numeri 27:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Nyuka le ntaba yeAbharim+ uze ubone ilizwe endiza kulinika amaSirayeli.+ Duteronomi 32:48, 49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 Kwangaloo mini uYehova wathetha noMoses wathi: 49 “Nyuka le ntaba yaseAbharim,+ iNtaba INebho,+ ekwilizwe lakwaMowabhi, ejonge eYeriko, uze ubone ilizwe lakwaKanan endilinika amaSirayeli ukuba ahlale kulo.+
12 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Nyuka le ntaba yeAbharim+ uze ubone ilizwe endiza kulinika amaSirayeli.+
48 Kwangaloo mini uYehova wathetha noMoses wathi: 49 “Nyuka le ntaba yaseAbharim,+ iNtaba INebho,+ ekwilizwe lakwaMowabhi, ejonge eYeriko, uze ubone ilizwe lakwaKanan endilinika amaSirayeli ukuba ahlale kulo.+