IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Sanukuphethukela kwizithixo ezingenaxabiso,+ okanye nizenzele oothixo abatyhidiweyo.+ NdinguYehova uThixo wenu.

  • Duteronomi 27:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye umfanekiso wesinyithi,+ into eyenyanyekayo kuYehova,+ engumsebenzi wezandla zomntu olichule,* aze ayifihle.’ (Yaye bonke abantu baza kuphendula bathi, ‘Amen!’)*

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share