Yoshuwa 15:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Umhlaba owanikwa+ isizwe sakwaYuda ngokweentsapho zaso wawuhamba uyokutsho kumda wakwaEdom,+ kwintlango yaseTsin, kumzantsi weNegebhi. Yoshuwa 16:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Umhlaba owanikwa+ inzala kaYosefu+ wawusuka kwiYordan eYeriko uyokutsho kumanzi akwimpuma yeYeriko, uze uhambe ngentlango usuka eYeriko uyokutsho kummandla weentaba eBheteli.+ Yoshuwa 18:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Iqashiso laphuma nesizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, ibe umhlaba waso wawuphakathi kowabantu bakwaYuda+ nabakwaYosefu.+
15 Umhlaba owanikwa+ isizwe sakwaYuda ngokweentsapho zaso wawuhamba uyokutsho kumda wakwaEdom,+ kwintlango yaseTsin, kumzantsi weNegebhi.
16 Umhlaba owanikwa+ inzala kaYosefu+ wawusuka kwiYordan eYeriko uyokutsho kumanzi akwimpuma yeYeriko, uze uhambe ngentlango usuka eYeriko uyokutsho kummandla weentaba eBheteli.+
11 Iqashiso laphuma nesizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, ibe umhlaba waso wawuphakathi kowabantu bakwaYuda+ nabakwaYosefu.+