IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:32-34
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 “‘AbaLevi baza kuhlala benelungelo lokuphinda bazithenge izindlu zabo ezikwizixeko zabo.+ 33 Xa umLevi engaphindi ayithenge indlu yakhe eye yathengiswa kwisixeko sabo, iza kubuyiselwa ngoNyaka Wenkululeko,*+ kuba izindlu ezisezixekweni zabaLevi zililifa labo phakathi kwamaSirayeli.+ 34 Ngaphezu koko, umhlaba olidlelo+ ojikeleze izixeko zabo awunakuthengiswa, kuba ulilifa eliza kuhlala ilelabo.

  • Yoshuwa 21:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Ngoko amaSirayeli awuthobela umyalelo kaYehova aza abanika abaLevi izixeko+ namadlelo azo kumhlaba wawo.+

  • 2 Kronike 11:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 AbaLevi bashiya amadlelo abo nezinto zabo,+ beza kwaYuda naseYerusalem, kuba uYerobhoham noonyana bakhe babebayekisile ukuba ngababingeleli bakaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share