IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 20:2, 3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Zikhetheleni izixeko zokubalekela+ endathetha ngazo kuni ngoMoses, 3 ukuze umntu obulele omnye ngempazamo abalekele kuzo. Ziza kuba yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+

  • Yoshuwa 20:7, 8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Ngoko bangcwalisa* iKedeshe+ eseGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, iShekem+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, neKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, ekummandla weentaba wakwaYuda. 8 Kummandla waseYordan, empuma kweYeriko, bakhetha iBhetsere+ esentlango kumhlaba othe tyaba kwisizwe sakwaRubhen, iRamoti+ eseGiliyadi kwisizwe sakwaGadi, neGolan+ eseBhashan kwisizwe sakwaManase.+

  • Yoshuwa 21:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Oonyana baka-Aron umbingeleli banikwa isixeko anokubalekela kuso umntu obuleleyo,+ iHebron+ namadlelo ayo, banikwa neLibhena+ namadlelo ayo,

  • Yoshuwa 21:21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Zanikwa isixeko anokubalekela kuso umntu obuleleyo,+ iShekem+ namadlelo ayo, ekummandla weentaba wakwaEfrayim, zanikwa neGezere+ namadlelo ayo,

  • Yoshuwa 21:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 AmaGershon+ eentsapho zabaLevi, anikwa isixeko anokubalekela kuso umntu obuleleyo, kwihafu yesizwe sakwaManase, yaye eso sixeko yayiyiGolan+ eseBhashan namadlelo ayo, anikwa neBheheshtera namadlelo ayo, izixeko ezibini.

  • Yoshuwa 21:32
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 Nazi izixeko awazinikwa kwisizwe sakwaNafetali: isixeko anokubalekela kuso+ umntu obuleleyo, iKedeshe+ eseGalili namadlelo ayo, anikwa neHamoti-dore namadlelo ayo neKartan namadlelo ayo, izixeko ezithathu.

  • Yoshuwa 21:36
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 36 Nazi izixeko awazinikwa kwisizwe sakwaRubhen: iBhetsere+ namadlelo ayo, iYahatsa namadlelo ayo,+

  • Yoshuwa 21:38
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 38 Nazi izixeko awazinikwa kwisizwe sakwaGadi:+ isixeko anokubalekela kuso umntu obuleleyo, iRamoti eseGiliyadi+ namadlelo ayo, anikwa neMahanayim+ namadlelo ayo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share