IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ndiza kuhla ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibakhuphe kwelo lizwe, ndibase kwilizwe elihle neliphangaleleyo, ilizwe eligcwele ubisi nobusi,+ umhlaba wamaKanan, amaHiti, ama-Amori, amaPerizi, amaHivi namaYebhusi.+

  • Eksodus 23:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Kuba ingelosi yam iza kuhamba phambi kwakho, ikuse kuma-Amori, amaHiti, amaPerizi, amaKanan, amaHivi namaYebhusi, ndize ndiwatshabalalise.+

  • Numeri 34:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Yithi kumaSirayeli: ‘Ngoku ningena kwilizwe lakwaKanan.+ Lo mhlaba kunye nemida yawo uza kuba lilifa lenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share