IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 19:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 “Kodwa ukuba umntu uyamcaphukela omnye,+ aze amlalele, amenzakalise ade afe, akugqiba abalekele kwesinye sezi zixeko, 12 abadala besixeko sakhe bamele bambize baze bamnikele kumphindezeli wegazi, yaye umele afe.+

  • Yoshuwa 20:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Ukuba umphindezeli wegazi uyamleqa loo mntu, abadala abamele bamnikele esandleni sakhe, kuba umbulele ngempazamo, ibe ebengamcaphukeli.+

  • Yoshuwa 20:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Ezi zizixeko ezakhethelwa onke amaSirayeli nabantu basemzini abahlala nawo, ukuze nabani na obulele umntu ngempazamo abalekele kuzo+ aze angabulawa ngumphindezeli wegazi lingekaxoxwa ityala lakhe phambi kwebandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share