IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:41-43
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 41 Ngelo xesha uMoses wakhetha izixeko ezithathu kwicala elingasempuma kweYordan.+ 42 Ukuba umntu ubulele omnye ngempazamo, abe ebengamcaphukeli,+ umele abalekele kwesinye sezi zixeko ukuze ahlale ephila.+ 43 Nazi ke ezo zixeko: iBhetsere+ esentlango kumhlaba othe tyaba iza kuba yeyamaRubhen, iRamoti+ eseGiliyadi iza kuba yeyamaGadi, ize iGolan+ eseBhashan ibe yeyamaManase.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share