Yoshuwa 20:2, 3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Zikhetheleni izixeko zokubalekela+ endathetha ngazo kuni ngoMoses, 3 ukuze umntu obulele omnye ngempazamo abalekele kuzo. Ziza kuba yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+
2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Zikhetheleni izixeko zokubalekela+ endathetha ngazo kuni ngoMoses, 3 ukuze umntu obulele omnye ngempazamo abalekele kuzo. Ziza kuba yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+