Genesis 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngapha koko ndiza kuniphendulisa ngegazi lobomi benu.* Zonke izidalwa eziphilayo ndiza kuziphendulisa. Wonke umntu ophilayo ndiza kumphendulisa ngobomi bomntakwabo.+ Eksodus 21:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ukuba umntu ucatshukiswa ngomnye umntu, ade ambulale ngabom,+ loo mntu umele abulawe nokuba kungade kufuneke uyokumthatha esibingelelweni sam.+ Duteronomi 19:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Nimele ningamsizeli, yaye nimele nilisuse ityala lokuchitha igazi lomntu omsulwa kwaSirayeli,+ ukuze izinto zinihambele kakuhle.
5 Ngapha koko ndiza kuniphendulisa ngegazi lobomi benu.* Zonke izidalwa eziphilayo ndiza kuziphendulisa. Wonke umntu ophilayo ndiza kumphendulisa ngobomi bomntakwabo.+
14 Ukuba umntu ucatshukiswa ngomnye umntu, ade ambulale ngabom,+ loo mntu umele abulawe nokuba kungade kufuneke uyokumthatha esibingelelweni sam.+
13 Nimele ningamsizeli, yaye nimele nilisuse ityala lokuchitha igazi lomntu omsulwa kwaSirayeli,+ ukuze izinto zinihambele kakuhle.