Genesis 4:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: “Masiye endle.” Ngoxa babesendle uKayin wamhlasela waza wambulala uAbheli umntakwabo.+ Genesis 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UThixo wathi: “Yintoni le uyenzileyo? Mamela! Igazi lomntakwenu liyandikhalela lisemhlabeni.+ INdumiso 106:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Baqhubeka bephalaza igazi elimsulwa,+Igazi loonyana babo neentombi zaboAbabingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+Laza ilizwe langcoliswa luphalazo-gazi. Luka 11:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 ukuze esi sizukulwana sibe netyala lokuchitha igazi labo bonke abaprofeti ukususela ekusekweni kwehlabathi*+
8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: “Masiye endle.” Ngoxa babesendle uKayin wamhlasela waza wambulala uAbheli umntakwabo.+
38 Baqhubeka bephalaza igazi elimsulwa,+Igazi loonyana babo neentombi zaboAbabingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+Laza ilizwe langcoliswa luphalazo-gazi.
50 ukuze esi sizukulwana sibe netyala lokuchitha igazi labo bonke abaprofeti ukususela ekusekweni kwehlabathi*+