1 Kronike 23:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 AbaLevi ababeneminyaka eyi-30 ukonyuka babalwa.+ Inani labo xa kwakubalwa intloko yendoda nganye, laba yi-38 000. Luka 3:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYesu+ wayeneminyaka emalunga neyi-30 xa waqalisa ukushumayela.+ Abantu babemaziengunyana kaYosefu,+unyana kaHeli,
3 AbaLevi ababeneminyaka eyi-30 ukonyuka babalwa.+ Inani labo xa kwakubalwa intloko yendoda nganye, laba yi-38 000.
23 UYesu+ wayeneminyaka emalunga neyi-30 xa waqalisa ukushumayela.+ Abantu babemaziengunyana kaYosefu,+unyana kaHeli,