Eksodus 26:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Uze wenze iziseko zesilivere eziyi-40+ phantsi kweefreyimi eziyi-20: iziseko ezibini phantsi kwefreyimi yokuqala, ukuze kungene amaplanga ayo amabini, kwenziwe loo nto nakwezilandelayo iifreyimi.+ Eksodus 38:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kwenziwa iziseko zendawo engcwele ngeetalente eziyi-100, iziseko zesilivere eziyi-100 zazilingana neetalente eziyi-100, isiseko esinye senziwa ngetalente enye.+
19 “Uze wenze iziseko zesilivere eziyi-40+ phantsi kweefreyimi eziyi-20: iziseko ezibini phantsi kwefreyimi yokuqala, ukuze kungene amaplanga ayo amabini, kwenziwe loo nto nakwezilandelayo iifreyimi.+
27 Kwenziwa iziseko zendawo engcwele ngeetalente eziyi-100, iziseko zesilivere eziyi-100 zazilingana neetalente eziyi-100, isiseko esinye senziwa ngetalente enye.+