IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 “‘Ungaze ulale nomfazi womhlobo wakho,* nto leyo eza kukwenza ungacoceki.+

  • 1 Korinte 6:9, 10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Okanye anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abazukungena kuBukumkani BukaThixo?+ Ningalahlekiswa.* Abantu abaziphethe kakubi ngesondo,*+ abakhonza izithixo,+ abakrexezayo,+ amadoda avumayo ukulalwa ngamanye amadoda,+ amadoda alala amanye amadoda,+ 10 amasela, abantu ababawayo,+ amanxila,+ abantu abathukayo* nabantu abanamaqhinga abazukungena eBukumkanini BukaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share