IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 10:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 “Xa nisiza kwintente yokuhlangana, wena noonyana bakho abakunye nawe, musani ukusela wayini okanye esinye isiselo esinxilisayo,+ ukuze ningafi. Ngumthetho oza kuhlala uhleli lowo kwizizukulwana zenu.

  • Amosi 2:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Abanye oonyana benu ndabenza abaprofeti,+

      Abanye abafana benu ndabenza amaNaziri.+

      Akunjalo na maSirayeli?’ utsho uYehova.

      12 ‘Kodwa naqhubeka niselisa amaNaziri iwayini,+

      Nabaprofeti nabayalela nisithi: “Nize ningaprofeti.”+

  • Luka 1:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 kuba yena uza kuba mkhulu phambi koYehova.*+ Kodwa umele angayiseli iwayini, angabuseli tu utywala,+ ibe uza kufumana umoya oyingcwele ngaphambi kokuba azalwe.*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share