Duteronomi 28:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Zonke izizwana zomhlaba ziza kunyanzeleka ukuba zibone ukuba nibizwa ngegama likaYehova+ yaye ziza kunoyika.+ Isaya 43:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Wonke umntu obizwa ngegama lam+Nendimdalele uzuko lwam,Endimbumbileyo, nowenziwe ndim.’+ Isaya 43:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+
10 Zonke izizwana zomhlaba ziza kunyanzeleka ukuba zibone ukuba nibizwa ngegama likaYehova+ yaye ziza kunoyika.+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+