Eksodus 25:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Umele wenze neekherubhi ezimbini ngegolide. Zenze ngokuzikhanda zibe seziphelweni zesivalo.+ 1 Samuweli 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene. INdumiso 80:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 80 Sicela umamele Malusi kaSirayeli,Wena umkhokela njengomhlambi uYosefu.+ Qaqamba* wena uhlala etroneni entla* kweekherubhi.+
4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.
80 Sicela umamele Malusi kaSirayeli,Wena umkhokela njengomhlambi uYosefu.+ Qaqamba* wena uhlala etroneni entla* kweekherubhi.+