Eksodus 25:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Intente engcwele nayo yonke impahla yayo, nimele niyenze kanye ngendlela endinibonise ngayo.+ Eksodus 25:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Uze uqinisekise ukuba uzenza kanye ngendlela owayiboniswayo entabeni.+ 1 Kronike 28:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Wamnika iplani awayeyinikwe ngombono* yokwakha iiyadi+ zendlu kaYehova, onke amagumbi okutyela awayeyijikelezile, oovimba bobutyebi bendlu kaThixo wokwenene noovimba bobutyebi bezinto ezenziwe ngcwele,*+ 1 Kronike 28:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UDavide wathi: “Isandla sikaYehova saba phezu kwam, yaye wandinceda ndaqonda ukuze ndikwazi ukuzibhala phantsi+ zonke iinkcukacha zeplani+ yokwakha.”
12 Wamnika iplani awayeyinikwe ngombono* yokwakha iiyadi+ zendlu kaYehova, onke amagumbi okutyela awayeyijikelezile, oovimba bobutyebi bendlu kaThixo wokwenene noovimba bobutyebi bezinto ezenziwe ngcwele,*+
19 UDavide wathi: “Isandla sikaYehova saba phezu kwam, yaye wandinceda ndaqonda ukuze ndikwazi ukuzibhala phantsi+ zonke iinkcukacha zeplani+ yokwakha.”