Levitikus 7:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Uza kuzisa ngezandla zakhe amanqatha+ kunye nesifuba zibe ngumnikelo kuYehova otshiswa ngomlilo, yaye uza kuwutshangatshangisa ube ngumnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova. Numeri 8:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 NabaLevi ke bazicoca, bahlamba neempahla zabo,+ emva koko uAron wabanikela* kuYehova bangumnikelo otshangatshangiswayo.+ UAron wabahlawulela ukuze abacoce.+
30 Uza kuzisa ngezandla zakhe amanqatha+ kunye nesifuba zibe ngumnikelo kuYehova otshiswa ngomlilo, yaye uza kuwutshangatshangisa ube ngumnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.
21 NabaLevi ke bazicoca, bahlamba neempahla zabo,+ emva koko uAron wabanikela* kuYehova bangumnikelo otshangatshangiswayo.+ UAron wabahlawulela ukuze abacoce.+