IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 1:53
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 53 Bona abaLevi bafanele bamise inkampu yabo macala onke entente engcwele yoBungqina, ukuze kungabikho msindo uza kukhutshelwa kwibandla lamaSirayeli.+ Imele ibe ngabaLevi abahoye* intente engcwele yoBungqina.”+

  • Numeri 18:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Nimele niyenze yonke imisebenzi yendawo engcwele+ neyesibingelelo,+ ukuze ndingaphindi ndicaphuke+ ngenxa yabantu bakwaSirayeli.

  • 1 Samuweli 6:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Kodwa uThixo wabaxabela abantu baseBhete-shemeshe, kuba baye bayijonga iTyeya kaYehova. Waxabela abantu abayi-50 070,* baza abantu baqalisa ukuzila kuba uYehova wayexabele wabulala abantu abaninzi kakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share