Numeri 1:53 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 53 Bona abaLevi bafanele bamise inkampu yabo macala onke entente engcwele yoBungqina, ukuze kungabikho msindo uza kukhutshelwa kwibandla lamaSirayeli.+ Imele ibe ngabaLevi abahoye* intente engcwele yoBungqina.”+ Numeri 3:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Umphathi weenkokheli zakwaLevi yayinguEleyazare+ unyana ka-Aron umbingeleli, owayephethe abo babesebenza kwindawo engcwele. Numeri 18:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Baza kuba kunye nawe, benze imisebenzi yabo yasententeni, yonke nje imisebenzi yasententeni, yaye akukho mntu unganikwanga mvume* umele asondele kuni.+
53 Bona abaLevi bafanele bamise inkampu yabo macala onke entente engcwele yoBungqina, ukuze kungabikho msindo uza kukhutshelwa kwibandla lamaSirayeli.+ Imele ibe ngabaLevi abahoye* intente engcwele yoBungqina.”+
32 Umphathi weenkokheli zakwaLevi yayinguEleyazare+ unyana ka-Aron umbingeleli, owayephethe abo babesebenza kwindawo engcwele.
4 Baza kuba kunye nawe, benze imisebenzi yabo yasententeni, yonke nje imisebenzi yasententeni, yaye akukho mntu unganikwanga mvume* umele asondele kuni.+