Numeri 10:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Yathi yakuchithwa intente engcwele,+ oonyana bakaGershon+ noonyana bakaMerari,+ ababethwala intente engcwele, bahamba nayo. Numeri 10:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva koko kwahamba amaKohati awayethwala izinto zendawo engcwele.+ Kwakufuneka ibe sele imile intente engcwele xa efika.
17 Yathi yakuchithwa intente engcwele,+ oonyana bakaGershon+ noonyana bakaMerari,+ ababethwala intente engcwele, bahamba nayo.
21 Emva koko kwahamba amaKohati awayethwala izinto zendawo engcwele.+ Kwakufuneka ibe sele imile intente engcwele xa efika.