IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 48:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Uthe uYosefu akubona ukuba utata wakhe uqhubeka ebeke isandla sakhe sasekunene phezu kwentloko kaEfrayim, akayithanda loo nto. Ngoko wazama ukusisusa isandla sikatata wakhe phezu kwentloko kaEfrayim aze asibeke kwekaManase.

  • Genesis 48:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Kodwa utata wakhe wala, wathi: “Ndiyazi nyana wam, ndiyazi. Naye uza kuba sisizwana ibe naye uza kuba mkhulu. Kodwa ke umninawa wakhe uza kuba mkhulu kunaye,+ kwaye inzala* yakhe iza kuba ziintlanga ezininzi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share