-
Duteronomi 9:1, 2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 “Yivani maSirayeli, namhlanje niwela iYordan+ nisiya kuhlutha ilizwe kwiintlanga ezinkulu nezinamandla kunani,+ niyokohlutha izixeko ezikhulu ezibiyelwe ngeendonga ezirhec’ izulu,+ 2 isizwe sabantu abanamandla nabade, oonyana baka-Anaki,+ enibaziyo nenivileyo kusithiwa ngabo, ‘Ngubani onokumelana noonyana baka-Anaki?’
-